IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuqala xa uYehova ebaphumzile abazalwana benu, njengani, balidla ilifa ilizwe uYehova uThixo wenu abanike lona,+ nani nimele nibuyele kwilizwe eninikwe ukuba nilime nize nilidle ilifa,+ elo uMoses umkhonzi kaYehova aninike lona nganeno kweYordan ngasempumalanga.’”+

  • Yoshuwa 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku uYehova uThixo wenu ubanike ukuphumla abazalwana benu, kanye njengoko wayethembisile kubo.+ Ke kaloku jikani niye ezintenteni zenu kwilizwe lelifa lenu, elo uMoses umkhonzi kaYehova waninika lona ngaphesheya kweYordan.+

  • Yoshuwa 22:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye wahlabela mgama wathi kubo: “Buyelani ezintenteni zenu nobutyebi obuninzi nemfuyo eninzi, nesilivere negolide nobhedu nentsimbi nezambatho ezininzi kakhulu.+ Thabathani isabelo senu samaxhoba+ eentshaba zenu nabazalwana benu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share