IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+

  • Yeremiya 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+

  • Daniyeli 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndathandaza kuYehova uThixo wam, ndavuma ndathi:+

      “Awu Yehova THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu+ naLowo woyikekayo, ogcina umnqophiso+ nobubele bothando+ kwabo bamthandayo nabagcina imiyalelo yakhe,+

  • Roma 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Enyanisweni, ngokubhekisele kwiindaba ezilungileyo baziintshaba ngenxa yenu,+ kodwa ngokubhekisele ekunyuleni [kukaThixo] baziintanda ngenxa yookhokho babo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share