Duteronomi 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi. Duteronomi 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Koba bubulungisa kuthi,+ xa sithe sakunyamekela ukuwenza wonke lo myalelo phambi koYehova uThixo wethu, kanye njengoko esiyalele.’+ Duteronomi 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wonke umyalelo endikuyalela wona namhlanje nize nikunyamekele ukuwugcina,+ ukuze niqhubeke niphila+ yaye nande, ningene nilidle ilifa ilizwe elo walifungela ookhokho benu uYehova.+
3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.
25 Koba bubulungisa kuthi,+ xa sithe sakunyamekela ukuwenza wonke lo myalelo phambi koYehova uThixo wethu, kanye njengoko esiyalele.’+
8 “Wonke umyalelo endikuyalela wona namhlanje nize nikunyamekele ukuwugcina,+ ukuze niqhubeke niphila+ yaye nande, ningene nilidle ilifa ilizwe elo walifungela ookhokho benu uYehova.+