IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uya kuzinikela kuwe ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wakho, kwaye uya kuzoyisa.+ Uze uzitshabalalise ngenene.+ Uze ungenzi mnqophiso nazo okanye ubonise ubabalo kuzo.+

  • Duteronomi 20:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuphela kusezixekweni zezi zizwana akunikayo uYehova uThixo wakho njengelifa apho ungamele usindise nayiphi na into ephefumlayo,+

  • Yoshuwa 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 UYoshuwa wathimba iMakeda+ ngaloo mini waza wayixabela ngohlangothi lwekrele. Ke yena ukumkani wayo, wamtshabalalisa+ yena nayo yonke imiphefumlo eyayikuyo. Akazange ashiye usindileyo. Ngoko wenza kukumkani waseMakeda+ kanye njengoko wayenzile kukumkani waseYeriko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share