Eksodus 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+ Duteronomi 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’ ABagwebi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+ INdumiso 106:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Bakhonza izithixo zazo,+Zona ke ezi zaba ngumgibe kubo.+
33 Mabangahlali ezweni lakho, kuba hleze bakwenze undone. Ukuba uthe wabakhonza oothixo babo, oko koba ngumgibe kuwe.”+
30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’
3 Ngoko mna ndathi, ‘Andisayi kubagxotha phambi kwenu, yaye bamele babe ngumgibe kuni,+ noothixo babo baya kuba sisirhintyelo kuni.’”+