Duteronomi 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokuba nguye uYehova uThixo wakho amnyulileyo ezizweni zakho zonke ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, ngamaxesha onke.+ 2 Kronike 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku, bonyana bam, musani ukuphumla,+ kuba nini aninyulileyo uYehova ukuba nime phambi kwakhe ukuze nimlungiselele+ nize niqhubeke njengabalungiseleli+ bakhe nabaqhumisi bombingelelo.”+
5 Ngokuba nguye uYehova uThixo wakho amnyulileyo ezizweni zakho zonke ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, ngamaxesha onke.+
11 Ke kaloku, bonyana bam, musani ukuphumla,+ kuba nini aninyulileyo uYehova ukuba nime phambi kwakhe ukuze nimlungiselele+ nize niqhubeke njengabalungiseleli+ bakhe nabaqhumisi bombingelelo.”+