1 Kumkani 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Ndiwuvile umthandazo wakho+ nesicelo sakho sobabalo ocele ngaso ubabalo phambi kwam. Ndiyingcwalisile+ le ndlu uyakhileyo ngokubeka igama lam+ apho ukusa kwixesha elingenammiselo; kwaye ngokuqinisekileyo amehlo am+ nentliziyo yam aya kusoloko elapho.+ INdumiso 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khangela! Iliso likaYehova libhekiswe kwabo bamoyikayo,+Kwabo balinda ububele bakhe bothando,+ INdumiso 34:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo kaYehova akumalungisa,+Neendlebe zakhe zibhekiswe ekukhaleleni kwawo uncedo.+
3 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Ndiwuvile umthandazo wakho+ nesicelo sakho sobabalo ocele ngaso ubabalo phambi kwam. Ndiyingcwalisile+ le ndlu uyakhileyo ngokubeka igama lam+ apho ukusa kwixesha elingenammiselo; kwaye ngokuqinisekileyo amehlo am+ nentliziyo yam aya kusoloko elapho.+
18 Khangela! Iliso likaYehova libhekiswe kwabo bamoyikayo,+Kwabo balinda ububele bakhe bothando,+ INdumiso 34:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo kaYehova akumalungisa,+Neendlebe zakhe zibhekiswe ekukhaleleni kwawo uncedo.+