Duteronomi 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Yiva, Sirayeli, uyayiwela namhla iYordan+ usiya kuzihlutha ilizwe lazo iintlanga ezinkulu nezinamandla kunawe,+ izixeko ezikhulu ezinqatyiswe ukusa emazulwini,+ Yoshuwa 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Dlulani phakathi enkampini nize niyalele abantu, nithi, ‘Zilungiseleleni umphako, kuba kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku niza kuwela le Yordan ningene nize nilidle ilifa ilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba nilidle ilifa.’”+
9 “Yiva, Sirayeli, uyayiwela namhla iYordan+ usiya kuzihlutha ilizwe lazo iintlanga ezinkulu nezinamandla kunawe,+ izixeko ezikhulu ezinqatyiswe ukusa emazulwini,+
11 “Dlulani phakathi enkampini nize niyalele abantu, nithi, ‘Zilungiseleleni umphako, kuba kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku niza kuwela le Yordan ningene nize nilidle ilifa ilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba nilidle ilifa.’”+