IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Khangela! oonyana bakaLevi ndibanika zonke izishumi+ kwaSirayeli njengelifa ngenxa yenkonzo yabo, inkonzo yasententeni yokuhlangana.

  • Duteronomi 14:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 NomLevi osemasangweni akho, uze ungamshiyi,+ ngokuba akanasabelo nalifa ndawonye nawe.+

  • 2 Kronike 31:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngapha koko, wathi kubantu, kubemi baseYerusalem, mabanike isahlulo sababingeleli+ nesabaLevi,+ ukuze babambelele+ ngokungqongqo kumthetho kaYehova.+

  • Nehemiya 10:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Umbingeleli, unyana ka-Aron, umele abe nabaLevi xa abaLevi besamkela isishumi; yaye abaLevi bafanele banikele isishumi sesishumi kwindlu kaThixo wethu+ kwiiholo zokudlela+ zendlu yesixa.

  • Malaki 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Umntu wasemhlabeni angamphanga na uThixo? Kodwa nina niyandiphanga.”

      Nathi ke nina: “Sikuphange ngayiphi na indlela?”

      “Kwizishumi nakwiminikelo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share