Mateyu 25:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Uya kwandula ke abaphendule athi, ‘Inene ndithi kuni, Ekubeni ningenzanga njalo komnye waba bangabona bancinane,+ anenzanga njalo+ nakum.’+ Yakobi 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko ke, ukuba ubani uyakwazi ukwenza okulungileyo kodwa angakwenzi,+ kusisono+ oko kuye.
45 Uya kwandula ke abaphendule athi, ‘Inene ndithi kuni, Ekubeni ningenzanga njalo komnye waba bangabona bancinane,+ anenzanga njalo+ nakum.’+