Yobhi 31:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ukuba bendithembele kwigolide,Okanye kwigolide bendithe, ‘Ndikholose ngawe!’+ INdumiso 62:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukukholosa ngenkqatho,+Yaye ungabi lilize ngokuphanga kodwa.+Ukuba kunokwenzeka ubuncwane buchume, musa ukubeka intliziyo yakho kubo.+ 1 Timoti 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+
10 Musa ukukholosa ngenkqatho,+Yaye ungabi lilize ngokuphanga kodwa.+Ukuba kunokwenzeka ubuncwane buchume, musa ukubeka intliziyo yakho kubo.+
9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+