Eksodus 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron. Numeri 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+ Duteronomi 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngelo xesha uYehova wasahlula isizwe sakwaLevi+ ukuba sithwale ityeya yomnqophiso kaYehova,+ nokuba sime phambi koYehova silungiselele kuye+ size sisikelele egameni lakhe unanamhla.+ Duteronomi 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umntu othe wakhukhumala ngokuthi angamphulaphuli umbingeleli lowo omiyo, olungiselela khona kuYehova uThixo wakho, nomgwebi lowo,+ makafe+ loo mntu; ubutshayele ububi kwaSirayeli.+
28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron.
10 Ufanele ummisele uAron noonyana bakhe, yaye bamele babunyamekele ububingeleli babo;+ kwaye nabani na ongowasemzini osondelayo makabulawe.”+
8 “Ngelo xesha uYehova wasahlula isizwe sakwaLevi+ ukuba sithwale ityeya yomnqophiso kaYehova,+ nokuba sime phambi koYehova silungiselele kuye+ size sisikelele egameni lakhe unanamhla.+
12 Umntu othe wakhukhumala ngokuthi angamphulaphuli umbingeleli lowo omiyo, olungiselela khona kuYehova uThixo wakho, nomgwebi lowo,+ makafe+ loo mntu; ubutshayele ububi kwaSirayeli.+