IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+

  • Duteronomi 28:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ziya kubona zonke izizwana zomhlaba ukuba igama likaYehova libizwe phezu kwakho,+ zikoyike.+

  • 1 Samuweli 17:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Ngale mini uYehova uya kukunikezela esandleni sam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukubulala ndize ndiyisuse intloko yakho kuwe; yaye ngokuqinisekileyo izidumbu zenkampu yamaFilisti ndiya kuzinika iintaka zezulu namarhamncwa omhlaba ngale mini;+ baze abantu bomhlaba wonke bazi ukuba kukho uThixo ongowakwaSirayeli.+

  • 1 Kumkani 8:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 (kuba baya kuva ngegama lakho elikhulu+ nangesandla sakho esomeleleyo+ nangengalo yakho eyoluliweyo), aze eze kuthandaza kule ndlu,+

  • 2 Kumkani 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke wabuyela kumntu kaTHIXO oyinyaniso,+ yena nalo lonke iqela lakhe, weza wama phambi kwakhe waza wathi: “Yabona, ndiyazi ngokuqinisekileyo ukuba akukho Thixo naphi na emhlabeni ngaphandle kwakwaSirayeli.+ Ke kaloku, nceda, yamkela isipho esiyintsikelelo+ esivela kumkhonzi wakho.”

  • 2 Kumkani 19:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share