Eksodus 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi kamsinya nje akuba uMoses esiphakamisile isandla sakhe, woyisa uSirayeli;+ kodwa kwakuthi kamsinya nje esakusihlisa isandla sakhe, koyise ama-Amaleki. Yoshuwa 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nandule ke nina—niphakame apho nilalele khona, nize nisithabathe isixeko; yaye uYehova uThixo wenu ngokuqinisekileyo uya kusinikela ezandleni zenu.+ Yoshuwa 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye uYoshuwa akazange asibuyise isandla sakhe awayesolule sinentshuntshe+ de waba ubatshabalalisile bonke abemi baseAyi.+
11 Kwathi kamsinya nje akuba uMoses esiphakamisile isandla sakhe, woyisa uSirayeli;+ kodwa kwakuthi kamsinya nje esakusihlisa isandla sakhe, koyise ama-Amaleki.
7 Nandule ke nina—niphakame apho nilalele khona, nize nisithabathe isixeko; yaye uYehova uThixo wenu ngokuqinisekileyo uya kusinikela ezandleni zenu.+
26 Yaye uYoshuwa akazange asibuyise isandla sakhe awayesolule sinentshuntshe+ de waba ubatshabalalisile bonke abemi baseAyi.+