Duteronomi 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+ Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+
24 Yaye ngokuqinisekileyo ookumkani bazo uya kubanikela esandleni sakho,+ uwatshabalalise amagama abo phantsi kwamazulu.+ Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo ngokuchasene nawe,+ ude uzitshabalalise zona.+
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+