Numeri 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa thina siya kuhamba sixhobile+ ukuya edabini phambi koonyana bakaSirayeli side sibafikise endaweni yabo, ngoxa abantwana bethu behleli ezixekweni ezinqatyisiweyo beqelelene nobuso babemi belizwe. Numeri 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 loyiswa ilizwe phambi koYehova,+ naza nabuya emva koko,+ inene noba msulwa kuYehova nakuSirayeli; lize eli lizwe libe lilifa lenu phambi koYehova.+ Duteronomi 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ade uYehova abanike ukuphumla abazalwana benu, kunye nani, balidle ilifa nabo ilizwe elo abanika lona uYehova uThixo wenu phesheya kweYordan; nize ke emva koko nibuye, ngamnye aye elifeni lakhe endininike lona.’+
17 Kodwa thina siya kuhamba sixhobile+ ukuya edabini phambi koonyana bakaSirayeli side sibafikise endaweni yabo, ngoxa abantwana bethu behleli ezixekweni ezinqatyisiweyo beqelelene nobuso babemi belizwe.
22 loyiswa ilizwe phambi koYehova,+ naza nabuya emva koko,+ inene noba msulwa kuYehova nakuSirayeli; lize eli lizwe libe lilifa lenu phambi koYehova.+
20 ade uYehova abanike ukuphumla abazalwana benu, kunye nani, balidle ilifa nabo ilizwe elo abanika lona uYehova uThixo wenu phesheya kweYordan; nize ke emva koko nibuye, ngamnye aye elifeni lakhe endininike lona.’+