Eksodus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+ Duteronomi 33:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Unoyolo, Sirayeli!+ Ngubani na onjengawe,+Sizwana esisindiswe nguYehova,+Olikhakha loncedo lwakho,+Nekrele lobuhandiba bakho?+Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+ INdumiso 110:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+“Hlala ngasekunene kwam+Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+
27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+
29 Unoyolo, Sirayeli!+ Ngubani na onjengawe,+Sizwana esisindiswe nguYehova,+Olikhakha loncedo lwakho,+Nekrele lobuhandiba bakho?+Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+
110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+“Hlala ngasekunene kwam+Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+