Eksodus 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+ Eksodus 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ziya kuva izizwana,+ ziphazamiseke;+Abemi baseFilisti babanjwe yinimba.+ Yoshuwa 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 xa uYehova uThixo wenu wawomisayo amanzi aseYordan phambi kwabo de bawela, kanye njengoko uYehova uThixo wenu wenzayo kuLwandle Olubomvu xa walomisayo phambi kwethu de sawela;+ Yoshuwa 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baza bathi kuye: “Abakhonzi bakho bavela kwilizwe elikude kakhulu+ ngenxa yegama+ likaYehova uThixo wakho, ngenxa yokuba siluvile udumo lwakhe nako konke awakwenza eYiputa,+
21 Wasolula uMoses isandla sakhe phezu kolwandle;+ waza walwenza uYehova lwabuyela umva ulwandle ngomoya onamandla wasempuma ubusuku bonke, waluguqula lwaba ngumhlaba owomileyo ulwandle,+ ahlukana amanzi.+
23 xa uYehova uThixo wenu wawomisayo amanzi aseYordan phambi kwabo de bawela, kanye njengoko uYehova uThixo wenu wenzayo kuLwandle Olubomvu xa walomisayo phambi kwethu de sawela;+
9 Baza bathi kuye: “Abakhonzi bakho bavela kwilizwe elikude kakhulu+ ngenxa yegama+ likaYehova uThixo wakho, ngenxa yokuba siluvile udumo lwakhe nako konke awakwenza eYiputa,+