Numeri 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+ Numeri 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ngaphandle kukaKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi noYoshuwa+ unyana kaNun, kuba bemlandele ngokupheleleyo uYehova bona.’
24 Ke yena umkhonzi wam uKalebhi,+ ngenxa yokuba eye waba nomoya owahlukileyo waza wandilandela ngokupheleleyo,+ ndiya kumngenisa ngokuqinisekileyo ezweni aye waya kulo, ilidle ilifa inzala yakhe.+
12 ngaphandle kukaKalebhi+ unyana kaYefune umKenizi noYoshuwa+ unyana kaNun, kuba bemlandele ngokupheleleyo uYehova bona.’