IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ndabathabatha ke abaziintloko zezizwe zenu, amadoda azizilumko nanamava, ndawamisa aba ziintloko phezu kwenu, iintloko zamawaka neentloko zamakhulu neentloko zamashumi amahlanu neentloko zamashumi namagosa ngokwezizwe zenu.+

  • Duteronomi 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Nawo amagosa+ othetha ebantwini, athi, ‘Nguwuphi na umntu owakhe indlu entsha waza akayisungula? Makahambe abuyele endlwini yakhe, kuba hleze afele edabini ize isungulwe ngomnye umntu.+

  • Duteronomi 31:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Hlanganiselani kum onke amadoda amakhulu ezizwe zenu namagosa enu,+ ndiwathethe la mazwi ezindlebeni zawo, ndimisele amazulu nomhlaba njengamangqina nxamnye nawo.+

  • Yoshuwa 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uYoshuwa wayalela amagosa abantu, esithi:

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share