Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Eksodus 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa ukuba kubekho owenzakalayo wafa, uze unikele umphefumlo ngomphefumlo,+ Numeri 35:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 waza umphindezeli+ wegazi wasifumana singaphandle komda wesixeko saso sokusabela, waza umphindezeli wegazi wasibulala isibulala-mntu eso, akayi kuba natyala lagazi.
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
27 waza umphindezeli+ wegazi wasifumana singaphandle komda wesixeko saso sokusabela, waza umphindezeli wegazi wasibulala isibulala-mntu eso, akayi kuba natyala lagazi.