Levitikus 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso. Numeri 35:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Kodwa ukuba uthe wamtyhala ngokungalindelekanga engenabutshaba okanye waphosa nayiphi na into ngakuye engamlalelanga,+ Duteronomi 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kungenjalo, umphindezeli+ wegazi usenokusisukela isibulala-mntu eso, kuba ishushu intliziyo yakhe, asifumane, ngokuba nde kwendlela; aze awubethe ufe umphefumlo waso, ngoxa besingafanelwanga sisigwebo sokufa,+ kuba besingalithiyanga ngaphambili.
17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.
22 “‘Kodwa ukuba uthe wamtyhala ngokungalindelekanga engenabutshaba okanye waphosa nayiphi na into ngakuye engamlalelanga,+
6 Kungenjalo, umphindezeli+ wegazi usenokusisukela isibulala-mntu eso, kuba ishushu intliziyo yakhe, asifumane, ngokuba nde kwendlela; aze awubethe ufe umphefumlo waso, ngoxa besingafanelwanga sisigwebo sokufa,+ kuba besingalithiyanga ngaphambili.