Levitikus 26:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Bakhubeke omnye komnye ngokungathi baphambi kwekrele kungekho ubasukelayo, yaye anisayi kuba nawo amandla okuma nixhathisile phambi kweentshaba zenu.+ Duteronomi 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+
37 Bakhubeke omnye komnye ngokungathi baphambi kwekrele kungekho ubasukelayo, yaye anisayi kuba nawo amandla okuma nixhathisile phambi kweentshaba zenu.+
25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+