Eksodus 32:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke ndiyeke, uvuthe umsindo wam kuso ndize ndisitshabalalise,+ ndenze wena uhlanga olukhulu.”+ Duteronomi 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+ Duteronomi 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+ ABagwebi 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+ INdumiso 106:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Wavutha umsindo kaYehova nxamnye nabantu bakhe,+Walicekisa ilifa lakhe.+
10 Ngoko ke ndiyeke, uvuthe umsindo wam kuso ndize ndisitshabalalise,+ ndenze wena uhlanga olukhulu.”+
4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+
22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+
7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+