Levitikus 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+ ABagwebi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+ 1 Samuweli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bamlibala uYehova uThixo wabo,+ kangangokuba wathengisa+ ngabo esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye balwa nabo.
17 Ndiya kunichasa ngenene, noyiswe ngokuqinisekileyo ziintshaba zenu;+ baninyathele abanithiyayo,+ nisabe kungekho unisukelayo.+
14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+
9 Bamlibala uYehova uThixo wabo,+ kangangokuba wathengisa+ ngabo esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye balwa nabo.