Genesis 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke wafikelwa luloyiko waza wathi:+ “Asikuko nokuba iyoyikeka le ndawo!+ Ngokuqinisekileyo yindlu kaThixo le+ kwaye lisango lamazulu eli.” Genesis 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+ Yeremiya 48:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 AmaMowabhi kuya kufuneka abe neentloni ngoKemoshe,+ kanye njengoko abo bendlu kaSirayeli baba neentloni ngeBheteli intembelo yabo.+ Amosi 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Kuba, ngemini yokumphendulisa kwam+ ngenxa yokuvukela kwakhe uSirayeli, ndiza kuziphendulisa nezibingelelo zaseBheteli;+ ngokuqinisekileyo iimpondo zesibingelelo ziya kunqunyulwa yaye zimele ziwele emhlabeni.+
17 Wandula ke wafikelwa luloyiko waza wathi:+ “Asikuko nokuba iyoyikeka le ndawo!+ Ngokuqinisekileyo yindlu kaThixo le+ kwaye lisango lamazulu eli.”
19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+
13 AmaMowabhi kuya kufuneka abe neentloni ngoKemoshe,+ kanye njengoko abo bendlu kaSirayeli baba neentloni ngeBheteli intembelo yabo.+
14 ‘Kuba, ngemini yokumphendulisa kwam+ ngenxa yokuvukela kwakhe uSirayeli, ndiza kuziphendulisa nezibingelelo zaseBheteli;+ ngokuqinisekileyo iimpondo zesibingelelo ziya kunqunyulwa yaye zimele ziwele emhlabeni.+