IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 68:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Njengoko umsi uphetshethwa umke, ngamana ungabaphephetha bemke;+

      Njengoko umthwebeba unyibilika ngenxa yomlilo,+

      Mabatshabalale phambi koThixo abangendawo.+

  • INdumiso 83:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Yenza kubo njengakwiMidiyan,+ njengakuSisera,+

      NjengakuYabhin+ entlanjeni yaseKishon.+

  • INdumiso 92:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Kuba, khangela! iintshaba zakho, Yehova,+

      Kuba, khangela! iintshaba zakho ziya kutshabalala;+

      Bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo baya kwahlulwa omnye komnye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share