ABagwebi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaza ingelosi kaYehova+ yenyuka ivela eGiligali+ yaya eBhokim+ yaza yathi: “Ndaninyusa ndanikhupha eYiputa ndaza ndanizisa kwilizwe endafunga ngalo kookhokho benu.+ Ngapha koko, ndathi, ‘Andisayi kuze ndiwaphule umnqophiso wam kunye nani.+ INdumiso 78:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Emva koko wabangela abantu bakhe bahamba njengomhlambi,+Wabaqhuba njengomhlambi entlango.+ INdumiso 136:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 NaLowo ukhupha uSirayeli phakathi kwawo:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
2 Yaza ingelosi kaYehova+ yenyuka ivela eGiligali+ yaya eBhokim+ yaza yathi: “Ndaninyusa ndanikhupha eYiputa ndaza ndanizisa kwilizwe endafunga ngalo kookhokho benu.+ Ngapha koko, ndathi, ‘Andisayi kuze ndiwaphule umnqophiso wam kunye nani.+
11 NaLowo ukhupha uSirayeli phakathi kwawo:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+