Genesis 36:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UTimna+ ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu. Ekuhambeni kwexesha wamzalela uElifazi uAmaleki.+ Ngoonyana baka-Ada ke abo, umfazi kaEsawu. Eksodus 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 esithi: “UYehova uya kulwa imfazwe noAmaleki kwisizukulwana ngesizukulwana,+ ngokuba ephakamise isandla nxamnye netrone+ kaYa.”+ Numeri 24:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Akumbona uAmaleki, waqhubeka ethetha ngomzekeliso esithi:+ “Ingqalo yeentlanga nguAmaleki,+Kodwa isiphelo sakhe sikukutshabalala.”+ Duteronomi 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali.
12 UTimna+ ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu. Ekuhambeni kwexesha wamzalela uElifazi uAmaleki.+ Ngoonyana baka-Ada ke abo, umfazi kaEsawu.
16 esithi: “UYehova uya kulwa imfazwe noAmaleki kwisizukulwana ngesizukulwana,+ ngokuba ephakamise isandla nxamnye netrone+ kaYa.”+
20 Akumbona uAmaleki, waqhubeka ethetha ngomzekeliso esithi:+ “Ingqalo yeentlanga nguAmaleki,+Kodwa isiphelo sakhe sikukutshabalala.”+
19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali.