ABagwebi 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kamva ingelosi kaYehova yeza+ yaza yahlala phantsi komthi omkhulu owawuseOfra, owawungokaYowashe umAbhi-ezere,+ ngoxa uGidiyon+ unyana wakhe wayebhula ingqolowa esixovulelweni sewayini ukuze ayifihle ngokukhawuleza ingabonwa nguMidiyan. ABagwebi 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.
11 Kamva ingelosi kaYehova yeza+ yaza yahlala phantsi komthi omkhulu owawuseOfra, owawungokaYowashe umAbhi-ezere,+ ngoxa uGidiyon+ unyana wakhe wayebhula ingqolowa esixovulelweni sewayini ukuze ayifihle ngokukhawuleza ingabonwa nguMidiyan.
34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.