2 Kronike 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo. IZenzo 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.
7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo.
5 Kodwa amaYuda, aba nekhwele,+ athabathela kuwo amadoda athile angendawo kulawo angoongqikana kwindawo yemarike yaye ayila ihlokondiba aza aqala ukwenza isixeko sibe sisaqunge.+ Kwaye ayihlasela indlu kaYason+ efuna ukubazisa kulo igquba.