Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ 1 Samuweli 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengoko ikrele lakho+ labahluthayo abafazi abantwana, ngaloo ndlela unyoko+ uya kuba ngoyena uhluthiweyo abantwana phakathi kwabafazi.”+ Waba ke uSamuweli uyamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+ Estere 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa xa uEstere wafikayo phambi kokumkani wathi ngoxwebhu olubhaliweyo:+ “Icebo lakhe elibi+ alicebileyo nxamnye namaYuda malibuyele phezu kwentloko yakhe”;+ yaye bamxhoma noonyana bakhe esibondeni.+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
33 Noko ke, uSamuweli wathi: “Kanye njengoko ikrele lakho+ labahluthayo abafazi abantwana, ngaloo ndlela unyoko+ uya kuba ngoyena uhluthiweyo abantwana phakathi kwabafazi.”+ Waba ke uSamuweli uyamxhaxha uAgagi phambi koYehova eGiligali.+
25 Kodwa xa uEstere wafikayo phambi kokumkani wathi ngoxwebhu olubhaliweyo:+ “Icebo lakhe elibi+ alicebileyo nxamnye namaYuda malibuyele phezu kwentloko yakhe”;+ yaye bamxhoma noonyana bakhe esibondeni.+