Eksodus 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+ ABagwebi 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko abantakwabo nina bawathetha onke la mazwi ngaye ezindlebeni zabo bonke abanini-mhlaba bakwaShekem kangangokuba intliziyo yabo yatyekela ngakuAbhimeleki,+ kuba bathi: “Ngumntakwethu.”+
7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+
3 Ngoko abantakwabo nina bawathetha onke la mazwi ngaye ezindlebeni zabo bonke abanini-mhlaba bakwaShekem kangangokuba intliziyo yabo yatyekela ngakuAbhimeleki,+ kuba bathi: “Ngumntakwethu.”+