Numeri 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko uSirayeli wazithabatha zonke ezi zixeko, waza wahlala uSirayeli ezixekweni zonke zama-Amori,+ eHeshbhon+ nakwiidolophu zonke eziphantsi kwayo. Duteronomi 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘Sukani, ninduluke niwele intlambo yeArnon.+ Yabona, ndimnikele esandleni sakho uSihon+ ukumkani waseHeshbhon, umAmori. Ngoko qala ukulihlutha ilizwe lakhe, uze ulwe imfazwe naye. Duteronomi 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kum, ‘Musa ukumoyika,+ kuba ngokuqinisekileyo ndomnikela esandleni sakho, yena nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe; yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.’ Yoshuwa 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 USihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon,+ elawula ukususela eArohere,+ eyayiselunxwemeni lwentlambo yaseArnon,+ naphakathi kwentlambo, nakwisiqingatha seGiliyadi ukuya kufikelela entlanjeni yaseYabhoki,+ umda woonyana baka-Amoni, Yoshuwa 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nazo zonke izixeko zikaSihon ukumkani wama-Amori, owayelawula eHeshbhon, ukusa kumda woonyana baka-Amoni;+
25 Ngoko uSirayeli wazithabatha zonke ezi zixeko, waza wahlala uSirayeli ezixekweni zonke zama-Amori,+ eHeshbhon+ nakwiidolophu zonke eziphantsi kwayo.
24 “‘Sukani, ninduluke niwele intlambo yeArnon.+ Yabona, ndimnikele esandleni sakho uSihon+ ukumkani waseHeshbhon, umAmori. Ngoko qala ukulihlutha ilizwe lakhe, uze ulwe imfazwe naye.
2 Wathi uYehova kum, ‘Musa ukumoyika,+ kuba ngokuqinisekileyo ndomnikela esandleni sakho, yena nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe; yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.’
2 USihon+ ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon,+ elawula ukususela eArohere,+ eyayiselunxwemeni lwentlambo yaseArnon,+ naphakathi kwentlambo, nakwisiqingatha seGiliyadi ukuya kufikelela entlanjeni yaseYabhoki,+ umda woonyana baka-Amoni,
10 nazo zonke izixeko zikaSihon ukumkani wama-Amori, owayelawula eHeshbhon, ukusa kumda woonyana baka-Amoni;+