Genesis 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+ 1 Samuweli 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye uYehova umele abe ngumgwebi, umele agwebe phakathi kwam nawe, yaye yena uya kubona, uya kulichophela ityala+ lam aze andigwebe ukuze andikhulule esandleni sakho.” Isaya 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+
25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+
15 Kwaye uYehova umele abe ngumgwebi, umele agwebe phakathi kwam nawe, yaye yena uya kubona, uya kulichophela ityala+ lam aze andigwebe ukuze andikhulule esandleni sakho.”
22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+