INdumiso 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+ INdumiso 76:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yenzani isibhambathiso nize nisifezekise kuYehova uThixo wenu, nonke nina bamjikelezileyo.+Mabamzisele isipho besoyika.+ Mateyu 5:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+
4 Emehlweni akhe uyamgatya nabani na odelekileyo,+Kodwa abo boyika uYehova uyababeka.+Ofunga angajiki, nokuba kubi kuye.+
11 Yenzani isibhambathiso nize nisifezekise kuYehova uThixo wenu, nonke nina bamjikelezileyo.+Mabamzisele isipho besoyika.+
33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+