IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kwathi akubandulula uFaro abantu, uThixo akabakhokela ngendlela yelizwe lamaFilisti, nakuba ibimfutshane yona, kuba wathi uThixo: “Hleze abantu bazisole bakubona imfazwe baze ngokuqinisekileyo babuyele eYiputa.”+

  • Yoshuwa 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nali ilizwe elisaseleyo:+ yonke imimandla yamaFilisti+ neyamaGeshure onke+

  • Yoshuwa 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+

  • ABagwebi 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+

  • 1 Samuweli 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Bamlibala uYehova uThixo wabo,+ kangangokuba wathengisa+ ngabo esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye balwa nabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share