ABagwebi 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoku umoya+ kaYehova waba naye, kwaye waba ngumgwebi kaSirayeli. Xa waphumayo esiya edabini, uYehova wamnikela+ uKushan-rishatayim ukumkani waseSiriya esandleni sakhe saza isandla sakhe samongamela uKushan-rishatayim. ABagwebi 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe. ABagwebi 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke kaloku umoya kaYehova wafika kuYifeta,+ waza wadlula eGiliyadi nakwaManase ukuze adlulele eMizpe yaseGiliyadi,+ yaye ukusuka eMizpe yaseGiliyadi wadlulela koonyana baka-Amoni. 1 Samuweli 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye umoya+ kaThixo wasebenza kuSawule ekuveni kwakhe la mazwi, waza wavutha kakhulu ngumsindo.+ Mateyu 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke uYesu wakhokelelwa entlango+ ngumoya ukuba ahendwe+ nguMtyholi.
10 Ngoku umoya+ kaYehova waba naye, kwaye waba ngumgwebi kaSirayeli. Xa waphumayo esiya edabini, uYehova wamnikela+ uKushan-rishatayim ukumkani waseSiriya esandleni sakhe saza isandla sakhe samongamela uKushan-rishatayim.
34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.
29 Ke kaloku umoya kaYehova wafika kuYifeta,+ waza wadlula eGiliyadi nakwaManase ukuze adlulele eMizpe yaseGiliyadi,+ yaye ukusuka eMizpe yaseGiliyadi wadlulela koonyana baka-Amoni.