Eksodus 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wandule uthabathele oonyana bakho+ ezintombini zabo, zize ngokuqinisekileyo iintombi zabo zibe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo zize zibenze nabo oonyana bakho babe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo.+ Duteronomi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+ Nehemiya 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye le asinto ingazange iviwe na ukwenza bonke obu bubi bukhulu kangaka ngokungathembeki kuThixo wethu ngokuthabatha abafazi basemzini?”+ 1 Korinte 7:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+
16 Wandule uthabathele oonyana bakho+ ezintombini zabo, zize ngokuqinisekileyo iintombi zabo zibe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo zize zibenze nabo oonyana bakho babe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo.+
3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+
27 Kwaye le asinto ingazange iviwe na ukwenza bonke obu bubi bukhulu kangaka ngokungathembeki kuThixo wethu ngokuthabatha abafazi basemzini?”+
39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+