IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 16:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye kwathi ngenxa yokuba wayemxina+ ngamazwi akhe ngalo lonke ixesha kwaye eqhubeka embongoza, umphefumlo wakhe waphelelwa ngumonde ukusa kwinqanaba lokufa.+

  • IMizekeliso 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Unyana osisiyatha yinkxwaleko kuyise,+ yaye usukuzwano lomfazi lunjengophahla oluvuzayo olumgxothayo ubani.+

  • IMizekeliso 21:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kulunge ngakumbi ukuhlala kwilizwe elisentlango kunokuhlala nomfazi onosukuzwano kunye nengqumbo.+

  • Luka 11:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndiyanixelela, Nangona engayi kuvuka aze amnike nantoni na ngenxa yokuba engumhlobo wakhe, ngokuqinisekileyo ngenxa yozingiso lwakhe lwenkalipho+ uya kuvuka aze amnike ezo zinto azifunayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share