Duteronomi 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 wathi uYehova kum, ‘Suka, uhle apha ngokukhawuleza, ngokuba bonakalisile abantu bakho owabakhupha eYiputa.+ Batyeke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ngayo. Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo.’+
12 wathi uYehova kum, ‘Suka, uhle apha ngokukhawuleza, ngokuba bonakalisile abantu bakho owabakhupha eYiputa.+ Batyeke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ngayo. Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo.’+