ABagwebi 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko bahlala phantsi, baza bobabini badla, basela kunye; emva koko uyise webhinqa eliselula wathi kule ndoda: “Nceda, ulalise,+ nentliziyo yakho mayichwayite.”+ INdumiso 104:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+ INtshumayeli 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 kwanokuba wonk’ umntu ufanele adle, asele aze ngokwenene abone okulungileyo kuko konke ukusebenza kwakhe nzima.+ Sisipho sikaThixo eso.+ INtshumayeli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Isonka sibenza bahleke abasebenzi, yaye iwayini ibenza bube nemihlali ubomi;+ kodwa kuzo zonke izinto yimali ethethayo.+
6 Ngoko bahlala phantsi, baza bobabini badla, basela kunye; emva koko uyise webhinqa eliselula wathi kule ndoda: “Nceda, ulalise,+ nentliziyo yakho mayichwayite.”+
15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+
13 kwanokuba wonk’ umntu ufanele adle, asele aze ngokwenene abone okulungileyo kuko konke ukusebenza kwakhe nzima.+ Sisipho sikaThixo eso.+
19 Isonka sibenza bahleke abasebenzi, yaye iwayini ibenza bube nemihlali ubomi;+ kodwa kuzo zonke izinto yimali ethethayo.+