1 Samuweli 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+ 1 Samuweli 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye ilizwi ke lona eli silithethileyo,+ mna nawe, ewe, ngamana uYehova angaphakathi kwam nawe ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+
23 Yaye ilizwi ke lona eli silithethileyo,+ mna nawe, ewe, ngamana uYehova angaphakathi kwam nawe ukusa kwixesha elingenammiselo.”+