IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 23:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Wandula ke uDavide wenyuka esuka apho waza waya kuhlala kwiindawo ekunzima ukuzifikelela e-En-gedi.+

  • IMizekeliso 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nabani na ongenamava ukholwa ngamazwi onke,+ kodwa onobuqili uyawaqwalasela amanyathelo akhe.+

  • Mateyu 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share