2 Samuweli 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Efile nje kaloku, kutheni na ukuba ndibe ndisazila ukutya? Ndiyakwazi na ukumbuyisa kwakhona?+ Ndiya kuye mna,+ kodwa, yena ke, akayi kubuyela kum.”+ INdumiso 115:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abafileyo abamdumisi uYa,+Bengenjinjalo nabo behlayo baye kwelokuthula.+ INdumiso 146:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+ INtshumayeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+ INtshumayeli 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+
23 Efile nje kaloku, kutheni na ukuba ndibe ndisazila ukutya? Ndiyakwazi na ukumbuyisa kwakhona?+ Ndiya kuye mna,+ kodwa, yena ke, akayi kubuyela kum.”+
4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+
5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+
10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+