1 Samuweli 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UDavide wathi kuAkishe: “Kungenxa yoko wena ukwazi oko kuza kwenziwa ngumkhonzi wakho.” Ngako oko uAkishe wathi kuDavide: “Kungoko ndiya kukumisela ukuba usoloko ungumlindi wentloko yam.”+
2 UDavide wathi kuAkishe: “Kungenxa yoko wena ukwazi oko kuza kwenziwa ngumkhonzi wakho.” Ngako oko uAkishe wathi kuDavide: “Kungoko ndiya kukumisela ukuba usoloko ungumlindi wentloko yam.”+