1 Samuweli 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wakuhlangula ke uDavide konke oko ama-Amaleki ayekuthabathile,+ nabafazi bakhe ababini wabahlangula. INdumiso 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zininzi iintlekele ezihlela olilungisa,+Kodwa uYehova ulihlangula kuzo zonke.+ IMizekeliso 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ilungisa liyahlangulwa ekubandezelekeni,+ kuze kufike ongendawo esikhundleni salo.+ IMizekeliso 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ilungisa lisenokuwa kasixhenxe, yaye ngokuqinisekileyo liya kuvuka;+ kodwa abangendawo baya kwenziwa bakhubeke ngentlekele.+
18 Wakuhlangula ke uDavide konke oko ama-Amaleki ayekuthabathile,+ nabafazi bakhe ababini wabahlangula.
16 Kuba ilungisa lisenokuwa kasixhenxe, yaye ngokuqinisekileyo liya kuvuka;+ kodwa abangendawo baya kwenziwa bakhubeke ngentlekele.+