Yoshuwa 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngasemzantsi yayingokaEfrayim yaye ngasemntla, ingokaManase, yaye ulwandle lwaba ngumda wakhe;+ ngasemntla bafikelela kwa-Ashere yaye ngasempuma, bafikelela kwaIsakare. Yoshuwa 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baza oonyana bakaYosefu bathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye kukho iinqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi phakathi kwamaKanan onke ahlala kwilizwe lentili, kokubini lawo aseBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo nalawo akwintili yaseYizereli.”+
10 Ngasemzantsi yayingokaEfrayim yaye ngasemntla, ingokaManase, yaye ulwandle lwaba ngumda wakhe;+ ngasemntla bafikelela kwa-Ashere yaye ngasempuma, bafikelela kwaIsakare.
16 Baza oonyana bakaYosefu bathi: “Ummandla weentaba awusanelanga, yaye kukho iinqwelo zokulwa+ ezinamarhengqa amakhulu entsimbi phakathi kwamaKanan onke ahlala kwilizwe lentili, kokubini lawo aseBhete-sheyan+ needolophu eziphantsi kwayo nalawo akwintili yaseYizereli.”+