Duteronomi 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 wozimisela ukumkani aya kumnyula+ uYehova uThixo wakho. Uze uzimisele ukumkani wakubazalwana bakho. Akuyi kuvunyelwa ukuba uzimisele owasemzini ongengomzalwana wakho. 1 Samuweli 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 NoSamuweli ke wambona uSawule, waza uYehova wamphendula wathi: “Nantsi le ndoda bendithe kuwe ngayo, ‘Nguye lo oya kugcina abantu bam phakathi kwemida.’”+
15 wozimisela ukumkani aya kumnyula+ uYehova uThixo wakho. Uze uzimisele ukumkani wakubazalwana bakho. Akuyi kuvunyelwa ukuba uzimisele owasemzini ongengomzalwana wakho.
17 NoSamuweli ke wambona uSawule, waza uYehova wamphendula wathi: “Nantsi le ndoda bendithe kuwe ngayo, ‘Nguye lo oya kugcina abantu bam phakathi kwemida.’”+