IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 1:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kuba namhlanje wehlile ukuze abingelele+ ngeenkunzi zeenkomo namathole atyetyisiweyo nezimvu ezininzi nokuze ameme bonke oonyana bakakumkani neentloko zomkhosi noAbhiyatare umbingeleli;+ yaye nabo bayadla kwaye bayasela phambi kwakhe ibe baqhubeka besithi, ‘Makaphile uKumkani uAdoniya!’+

  • 1 Kumkani 1:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 UTsadoki umbingeleli wathabatha uphondo lweoli+ ententeni+ waza wamthambisa+ uSolomon; kwaye baluvuthela uphondo, baza bonke abantu bathi: “Makaphile uKumkani uSolomon!”+

  • 2 Kumkani 11:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wandula ke wamkhupha unyana+ kakumkani waza wambeka isithsaba+ neSingqino;+ yaye bamenza ukumkani+ baza bamthambisa.+ Baqhwaba izandla+ besithi: “Makaphile ukumkani!”+

  • Mateyu 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ke zona izihlwele, ezo zazihamba phambi kwakhe nezo zazimlandela zaziqhubeka zidanduluka zisithi: “Siyathandaza,+ sindisa uNyana kaDavide!+ Usikelelwe lowo uza egameni likaYehova!+ Siyathandaza, msindise kwiindawo eziphakamileyo phezulu!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share